ottimo CEA-10-01 Manuel D'instructions page 29

Table des Matières

Publicité

Les langues disponibles

Les langues disponibles

ISIXHOSA
NCEDA UFAKELE IRISITHI YAKHO/UBUNGQINA BENTENGO APHA.
KWIMEKO YEBANGO NGAPHANTSI KWESI SIQINISEKISO IRISITHI/UBUNGQINA BENTENGO
OBUKHANKANYWE NGAPHAMBILI MABUVELISWE KUNYE NESI SIQINISEKISO.
Inombolo yemodeli
Igama lemveliso
Umhla wentengo
Indawo yentengo
Umntu uthengisa imveliso ("umthengisi") kumthengi wokuqala wale mveliso ("umthengi") apha
7.
uqinisekisa ukuba le mveliso iya kuba yeyomgangatho ophezulu kwaye, ikwimeko entle
yokusebenza, ayinaziphene kwaye iyifanele injongo eyenzelwe yona ngaphantsi kokusetyenziswa
emzini oqhelekileyo, kangangesithuba sexesha lonyaka om-1 (omnye) ukusukela kumhla
wentengiso ("isigaba sexesha lesiqinisekiso") yale mveliso.
8.
Kwimeko yokuba isigaba sexesha lesiqinisekiso singekaphelelwa lixesha kwaye nemveliso
ingasekho semgangathweni omhle, okanye kwimeko entle yokusebenza okanye ineziphene okanye
ingasayilungelanga injongo eyenzelwe yona ngaphantsi kokusetyenziswa emzini oqhelekileyo,
umthengi unako, ngokuphantsi komhlathi 3 ngezantsi, ukuyibuyisela kumthengisi imveliso kwaye
kuyafumaneka oku kulandelayo kukhetho lwakhe:
2.3 Zingaphelanga iinyanga zokuqala ezi-6 (ezintandathu) zesiqinisekiso: unokufumana
imbuyekezo yexabiso lokwenene elihlawulweyo
okanye uyitshintshise imveliso ngenye efana nayo yexabiso elifanayo ngentengo;
2.4 Emva kweenyanga ezi-6 (ezintandathu) zokuphela kwesiqinisekiso: tshintshisa imveliso
imveliso ngenye efana nayo yexabiso elifanayo ngentengo.
9.
Umthengisi
akayi
ngokwemiqathango yesi siqinisekiso ukuba imveliso:
3.1 itshintshwe ngokuchaseneyo nemiyalelo enikezwe kwimanyuwali yemveliso;
3.2 isetyenziswe kakubi, ihlukunyeziwe okanye ibhucabhuciwe;
3.3 inesiphene okanye ayikho kwimeko yokusebenza ngenxa yokudleka okuqhelekileyo;
3.4 yonakele ngenxa yokungahoyi, ukungakhathali okukhulu komthengi, indlela yokuziphatha
ngolunya
okanye indlela yokuziphatha yolwaphulo-mthetho;
3.5 isetyenziselwe ukusebenzela ezorhwebo.
10. Esi siqinisekiso sisebenza kuphela kwimveliso ethengiswe kumthengisi ingasiyiyo nayiphi na
efakelwe ngenkcitho okanye efakelwe kwimveliso ngumthengi.
11. Naliphi na ibango kwimiqathango yesi siqinisekiso kufuneka sixhaswe bubungqina bokuqala
nentengo.
12. Qaphela ukuba into etshintshisiweyo iya kuthwala intsalela yesigaba sexesha lesiqinisekiso
njengaleyo yomhla wokuqala wentengo.
All manuals and user guides at all-guides.com
ISIQINISEKISO
kuyitshintshisa
imveliso
1
(Inombolo yeLothi :
okanye
amnikeze
)
imbuyekezo
umthengi

Publicité

Table des Matières
loading

Produits Connexes pour ottimo CEA-10-01

Ce manuel est également adapté pour:

Sr 7125270

Table des Matières