ottimo CEA-10-01 Manuel D'instructions page 25

Table des Matières

Publicité

Les langues disponibles

Les langues disponibles

ISIXHOSA
YAZI IAYINI YAKHO
YOMPHUNGA
1. Ipleyiti yesoli ye-stainless steel
2. Umlonyana wokufafaza
3. umngxuma wangaphakathi
wamanzi
4. Iqhosha lokulawula umphunga
5. Iqhosha lokufafaza & ukutsazisa
6. Isibane sesalathisi
7. Umqheba ongatyibilikisiyo
8. Isilawuli seqondo lobushushu
9. Itanki yamanzi
10. Ijagi
INKCUKACHA
Umthamo
:
230 ml (itanki yamanzi kuphela)
Ivolteji
:
AC 230 V/50 Hz
Iwattage
:
1600 W
Ikhodi
:
iplagi yomhlaba eyi-3-pin, (ukunciphisa ukukhatywa ngumbane)
UMSEBENZI
1.
Ukuayina ngomphunga.
2.
Ukufafaza amanzi, Ukutsaza komphunga.
AMACEBISO PHAMBI KOKUSETYENZISWA OKOKUQALA
1.
Amanye amalungu eayini athanjiswe kancinci kwaye ngesizathu soko, iayini inokuqhuma kancinci xa
ilayitiwe okokuqala. Ayiyi kuphinda yenzeke kwakhona emva kokusetyenziswa kambalwa.
2.
Shenxisa izisongelo zokukhusela neeleyibheli kwipleyiti yesoli uyicoce ngelaphu elithambileyo
elifumileyo.
3.
Xa usebenzisa iayini okokuqala, yivavanye kwisijungqu esidala selaphu ukuqinisekisa ukuba ipleyiti
yesoli netanki yamanzi zicoceke ngokupheleleyo.
4.
Linda malunga nemizuzu emithathu phambi kokuba uayine amalaphu anochuku. Ulungelelaniso
lweqondo lobushushu ludinga ixesha elithile ukufikelela kwinqanaba elifunekayo – akukhathaliseki
nokuba liphezulwana okanye lisezantsana.
5.
Amalaphu anochuku anjengesilika, iwulu, umxube wesilika nomqhaphu, njl. a-ayineka ngcono
ngelaphu lokuayina ukuthintela iimpawu ezikhanyayo.
6.
Jika ulawulo lweqondo lobushushu liye kwisetingi enqwenelekayo ngokulungelelanisa isetingi
ekwidayali ngesalathisi seqondo lobushushu. Isibane sesalathisi siya kujika sibonise ukuba iayini
iyatshisa kwiqondo lobushushu elikhethiweyo. Xa isibane sesalathisi sicimayo iayini ikwiqondo
lobushushu elikhethiweyo kwaye ilungele ukusetyenziswa.
All manuals and user guides at all-guides.com
4

Publicité

Table des Matières
loading

Produits Connexes pour ottimo CEA-10-01

Ce manuel est également adapté pour:

Sr 7125270

Table des Matières