ottimo CEA-10-01 Manuel D'instructions page 26

Table des Matières

Publicité

Les langues disponibles

Les langues disponibles

ISIXHOSA
UKUSETA IQONDO LOBUSHUSHU
1.
Soloko uyikhangela imiyalelo yokuayina isambatho kwileyibheli phambi kokusiayina isambatho.
2.
Ukuba imiyalelo yokuayina ayikho, ngoko ke itafile engezantsi ingakunceda.
3.
Okokuqala kumele uyisote indawo ekuhlanjelwa kuayinelwe kuyo impahla: iwulu newulu, umqhaphu
nomqhaphu njl. Qala ukuayina izambatho ezifuna elona qondo lobushushu liphantsi uze uqhubeke
kwezo zingaphezulu ngenxa yokuba iayini itshisa ngokukhawuleza kunokuba iphole.
4.
Ukuba isambatho siquka iintlobo ezahlukeneyo zeefayibha (umz. umqhaphu ne-polyester) kufuneka
usoloko ukhetha iqondo lobushushu lokuayina kwezo mathiriyeli zinelona qondo lobushushu
liphantsi licetyisiweyo.
5.
Isambatho esinewulu emsulwa (iwulu eyi-100%) singa-ayinwa ngesixhobo kwisikhundla somphunga
ngokukhethwa, khetha isikhundla somphunga ophezulu uze usebenzise ilaphu lokuayina elomileyo.
6.
Jika ulawulo lweqondo lobushushu liye kwisetingi yeqondo lobushushu elinqwenelwayo.
7.
Iqondo lobushushu elinqwenelwayo lifikelelwe ukuba isibane sesalathisi sicimile. Iisibane sesalathisi
siya kulayita futhi sicime amaxesha ngamaxesha, sibonisa ukuba iqondo lobushushu elikhethiweyo
liyagcinwa.
ILEYIBHELI ISAMBATHO
Musa ukuyiAyina le mpahla
Edityanisiweyo (inayiloni, iakhriliki, i-rayon, i-polyester)
Iwulu, isilika
Umqhaphu, ilineni
INDLELA YOKUZALISA AMANZI
1.
Phambi kokuzalisa amanzi, nceda utsale ukukhupha kwiplagi kuqala.
2.
Seta iqhosha lokulawula umphunga liye kwisikhundla esingu-"0".
Zalisa amanzi ngesingenisi aye kwinqanaba elingu-"MAX" letanki yamanzi ngokusebenzisa ijagi.
3.
4.
Ukuba amanzi akwindawo yakho ngokukodwa anzima, kuyacetyiswa ukuba usebenzise amanzi
abilisiweyo okanye angenazo iiminerali
5.
Musa ukusebenzisa amanzi akhutshwe ikhemikali okanye nayiphi na enye into engamanzi okuzalisa.
6.
Emva kokuayina, yikhuphe kwiplagi iayini uyiyeke iphole. Yijike iayini ijonge ezantsi uze uvumele
amanzi aphume.
UKUAYINA OKOMILEYO
1.
Yiplage kwisibonelelo sombane.
Jika ulawulo lweqondo lobushushu liye kwicala lasekunene; khetha ● (ichokoza eli-1), ●●
2.
(amachokoza ama-2) okanye ●●● (amachokoza ama-3) ngokwecebiso leleyibheli yesambatho.
3.
Isibane sesalathisi siya kulayita, ngoko ke beka iayini ngkuthe nkqo kumphezulu othambileyo
nozinzileyo.
4.
Xa iqondo lobushushu elinqwenelwayo lifikelelwe; isibane sesalathisi siyacima. I-ayini ikulungele
ukusebenza.
All manuals and user guides at all-guides.com
.
5

Publicité

Table des Matières
loading

Produits Connexes pour ottimo CEA-10-01

Ce manuel est également adapté pour:

Sr 7125270

Table des Matières