ottimo CEA-10-01 Manuel D'instructions page 27

Table des Matières

Publicité

Les langues disponibles

Les langues disponibles

ISIXHOSA
UMSEBENZI WOKUFAFAZA
1.
Lo msebenzi ungasetyenziswa nangaliphi na ixesha kwaye awulichaphazeli iqondo lobushushu
lokuayina.
2.
Zalisa itanki yamanzi ngamanzi.
3.
Jolisa umlonyana ngakwisambatho.
4.
Cinezela iqhosha lokufafaza.
5.
Kunoba yimfuneko ukucinezela iqhosha lokufafaza amaxesha amabalwa ukuqalisa lo msebenzi.
UMSEBENZI WOMPHUNGA
1.
Zalisa itanki yamanzi ngamanzi.
2.
Plaga kwisibonelelo sombane.
3.
Jika ulawulo lweqondo lobushushu liye kwicala lasekunene liye kwisetingi engu-"●●●"(amachokoza
ama-3). (Musa ukusebenzisa isetingi yechokoza eli-1 okanye yamachokoza ama-2 ekuayineni
ngomphunga). Isibane sesalathisi siya kulayita ukubonisa ukuba iayini ilayitile.
4.
Emva kokuba isibane sesalathisi sicimile ukubonisa ukuba iqondo lobushushu elikhethiweyo
lifikelelwe.
5.
Jika iqhosha lokulawula umphunga liye kwisikhundla esifunekayo. Umphunga uya kufafazwa kwaye
ungaqalisa ukuayina.
6.
Ngexesha lamakhefu ekuayineni, yimise nkqo iayini.
7.
Xa ugqibile ukuayina, yikhuphe kwiplagi iayini kwisibonelelo sombane uyiyeke iphole. Yijike iayini
ijonge ezantsi uze uvumele amanzi aphume.
UMSEBENZI WOKUTSAZA KOMPHUNGA
1.
Lo msebenzi unikeza umthamo owongezelelweyo womphunga ukushenxisa okona kushwabana
kunenkani.
2.
Zalisa itanki yamanzi ngamanzi.
3.
Plaga kwisibonelelo sombane.
Seta ulawulo lweqondo lobushushu kwisikhundla esingu-"MAX", kungenjalo, amanzi aya kuvuza
4.
ukusuka kwipleyiti yesoli ukuba iqondo lobushushu liphantsi. Isibane sesalathisi siya kubaneka
ukubonisa ukuba iayini ilayitile.
5.
Isibane sesalathisi siya kucima xa iqondo lobushushu elifunekayo lifikelelwe.
6.
Cinezela iqhosha lokuTsaza koMphunga kube kanye.
7.
Kunokuba yimfuneko ukucinezela iqhosha lokuTsaza koMphunga amaxesha ambalwa ukuqalisa
umsebenzi.
8.
Umphunga uya kugqobhozela kwisambatho ushenxise ukushwabana.
9.
Linda imizuzwana embalwa phambi kokucinezela iqhosha lokuTsaza koMphunga ngokunxamnye xa
kukho ukushwabana okunenkani.
10. Ukwenzela umgangatho ophezulu womphunga, musa ukusebenzisa ukuTsaza koMphunga
ngaphezulu kwamaxesha amathathu emva kokuba isibane sesalathisi sicimile.
All manuals and user guides at all-guides.com
6

Publicité

Table des Matières
loading

Produits Connexes pour ottimo CEA-10-01

Ce manuel est également adapté pour:

Sr 7125270

Table des Matières